{"id":11552,"date":"2019-09-17T11:44:33","date_gmt":"2019-09-17T10:44:33","guid":{"rendered":"http:\/\/www0.sun.ac.za\/languagecentre\/itsunami-yeencwadi-iprowujekthi-enje-ngelona-liza-likhulu-elakha-labakhona\/"},"modified":"2021-01-18T13:32:56","modified_gmt":"2021-01-18T13:32:56","slug":"itsunami-yeencwadi-iprowujekthi-enje-ngelona-liza-likhulu-elakha-labakhona","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/itsunami-yeencwadi-iprowujekthi-enje-ngelona-liza-likhulu-elakha-labakhona\/?lang=xh","title":{"rendered":"ITsunami yeeNcwadi: Iprowujekthi enje ngelona liza likhulu elakha labakhona"},"content":{"rendered":"<p>\u201cKulo nyaka kuye kwasala iincwadi ezenza isiqingatha sebhokisi kuphela emva kweTsunami yeeNcwadi,\u201d kutsho uGqr Vernita Beukes, ongumhlohli wakwiZiko leeLwimi nokwangumququzeleli weTsunami yeeNcwadi yeZiko yarhoqo ngonyaka, nethe yenzeka ngoLwesihlanu we-6 kweyoMsintsi (Septemba) kulo nyaka.<\/p>\n<p>ITsunami yeeNcwadi le ihambisana kunye neprowujekthi ka-Emma Watson engeeNcwadi, ekhuthaza abantu ukuba bashiye iincwadi kwiindawo zoluntu ukuze abanye abantu bazifumane, bazifunde baze bashiye ezabo nabo ukuze zifunyanwe zize zifundwe ngabanye. UVernita kunye nabanye oogxa bakhe basemsebenzini sele besebenze ngeencwadi kwiZiko laBafundi iNeelsie isithuba seminyaka emithathu ilandelelana. \u201cSipakisha iincwadi kwakusasa kakhulu, ukuze sothuse wonke othe wangena ezokufuna ikomityi yakhe yokuqala yekofu ngencwadi\u201d. Kunyaka ngamnye iTsunami yeeNcwadi ibanjwa kufuphi kangangoko nomhla we-8 kweyoMsintsi (Septemba), nonguMhla ongokuFunda nokuBhala weHlabathi. Umongo wayo kulo nyaka ubungokufunda nokubhala kunye nosetyenziso lweelwimi ngeelwimi.<\/p>\n<p>\u201cNgale ndlela, sibuyekeza uluntu uluntu kwaye sibhiyozela ukubaluleka kosuku lwehlabathi,\u201d ucacise watsho uVernita. IZiko leeLwimi likwazibandakanya kunye noluntu ngokuthi libe neeseshoni zokufundelwa kwabantwana kwiikhreshi zezikolo zaseStellenbosch, eCloetesville, Idas Valley, Jamestown, Kylemore nasePniel. Asiqinisekanga ukuba ngubani oyena uzonwabela kakhulu ezi seshoni phakathi kwabantwana kunye nalowo ubafundelayo!<\/p>\n<p>Inene uchulumanco lokufunda luyosulela. Ukuba ungathanda ukuluzama, ungaqhagamshelana no<a href=\"mailto:vernita@sun.ac.za\">Vernita<\/a> ukuze ubhalisele ukuba ngomnye wabo bafundela abantwana, okanye mhlawumbi ungaxhamla ekusebenzeni neLebhu yethu yokuFunda. ILebhu yokuFunda yakwiZiko leeLwimi inceda abafundi beencwadi abangabantu abadala ukuba bafunde ngokukhawulezisa nangobukrelekrele \u2013 akukhathaliseki noukuba oko kufundwayo ziingxelo zezoshishino, amanqaku ophando-nzulu okanye iiteksbhuku. Ukuze ufunde kabanzi ngale Lebhu yokuFunda, thumela i-imeyile ku-<a href=\"mailto:mcoetzee@sun.ac.za\">Marisca Coetzee<\/a>.<\/p>\n<p>\u00a0<\/p>\n\n\n<figure class=\"wp-block-image size-large\"><a ref=\"magnificPopup\" href=\"http:\/\/www0.sun.ac.za\/languagecentre\/wp-content\/uploads\/2019\/09\/boektsunami-collage-300x300-1.jpg\"><img loading=\"lazy\" decoding=\"async\" width=\"300\" height=\"300\" src=\"http:\/\/www0.sun.ac.za\/languagecentre\/wp-content\/uploads\/2019\/09\/boektsunami-collage-300x300-1.jpg\" alt=\"Book tsunami: The biggest wave yet\" class=\"wp-image-11134\" srcset=\"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-content\/uploads\/2019\/09\/boektsunami-collage-300x300-1.jpg 300w, https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-content\/uploads\/2019\/09\/boektsunami-collage-300x300-1-150x150.jpg 150w, https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-content\/uploads\/2019\/09\/boektsunami-collage-300x300-1-280x280.jpg 280w\" sizes=\"auto, (max-width: 300px) 100vw, 300px\" \/><\/a><\/figure>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>\u201cKulo nyaka kuye kwasala iincwadi ezenza isiqingatha sebhokisi kuphela emva kweTsunami yeeNcwadi,\u201d kutsho uGqr Vernita Beukes, ongumhlohli wakwiZiko leeLwimi nokwangumququzeleli weTsunami yeeNcwadi yeZiko yarhoqo ngonyaka, nethe yenzeka ngoLwesihlanu we-6 kweyoMsintsi (Septemba) kulo nyaka. ITsunami yeeNcwadi le ihambisana kunye neprowujekthi ka-Emma Watson engeeNcwadi, ekhuthaza abantu ukuba bashiye iincwadi kwiindawo zoluntu ukuze abanye abantu bazifumane, bazifunde baze&#8230;<\/p>\n","protected":false},"author":1,"featured_media":11134,"comment_status":"closed","ping_status":"closed","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_acf_changed":false,"inline_featured_image":false,"_monsterinsights_skip_tracking":false,"_monsterinsights_sitenote_active":false,"_monsterinsights_sitenote_note":"","_monsterinsights_sitenote_category":0,"_uf_show_specific_survey":0,"_uf_disable_surveys":false,"footnotes":""},"categories":[177,184,176],"tags":[211,212,213,214,215,216],"class_list":["post-11552","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-dialogos-xh","category-our-languages-xh","category-recent-news-xh","tag-book-tsunami-xh","tag-books-xh","tag-international-literacy-day-xh","tag-literacy-xh","tag-reading-lab-xh","tag-tsunami-xh"],"acf":[],"aioseo_notices":[],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/11552","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/users\/1"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=11552"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/11552\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":14153,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/11552\/revisions\/14153"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/media\/11134"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=11552"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=11552"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/zone.ladybugdigital.co.za\/taalsentrumdebug2025\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=11552"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}